Synmaan Umvulo Lyrics

[CHORUS] Cannot wait for umvulo ayacotha amalanga
Cannot wait for umvulo ayacotha amalanga
Cannot wait for umvulo ayacotha amalanga
Cannot wait for umvulo ayacotha amalanga

Simile sidikiwe izinto zimile
Simile sidikiwe izinto zethu zimile
Simile sidikiwe izinto zimile
Simile sidikiwe izinto zethu zimile

[VERSE 1] Ndilisoja ndiliqaba ndiyazi ndizofela empini
Njengekhehla ndidl’ingxotha
Intloko inyoka zimile
Mgqibelo imibengo iziko lethu lechill
Bubugoxo ndidikiwe istampede simile

Gxantshintshi yinking’imoto zimile
Kancinci kancinci hayi Cha ngesivinini
Unga-drive udakiwe hayi cha ngesivinini
Ungalali ubaliwe ngenxa yesivinini

Somile sinxaniwe amanzi aphelile
Bread bin yomile inyanga iphelile
Cannot wait for umvulo ayacotha amalanga
Izinto zimile ndoda yakuthi

Check Out:  Vybz Kartel - Jump on the Beat Lyrics Ft. Squash & Likkle Vybz

[CHORUS] Cannot wait for umvulo ayacotha amalanga
Cannot wait for umvulo ayacotha amalanga
Cannot wait for umvulo ayacotha amalanga
Cannot wait for umvulo ayacotha amalanga

Simile sidikiwe izinto zimile
Simile sidikiwe izinto zethu zimile
Simile sidikiwe izinto zimile
Simile sidikiwe izinto zethu zimile

[VERSE 2] Ndine depression encinci ndiyiva
Apha ezindlebeni
Ndinento enokudidiza xa ndihamba
Apha endleleni
Ndinento yophilisa ndiyithatha apha
Embokweni
Zimile zijemile ndoda yakuthi

Check Out:  Sos - Distração Lyrics

Yehlisa kakhuthi please ndoda
Khakhuthi “I can’t wait for umvulo ayacotha amalanga”
Ivenkile zi-clean i-mealie meal iphelile
Ingathi ndimile umntu uyaphephuka

Ikati zibhityile zincela ivadoek
Ifatyi zomile umzimba ubuhlungu
Ingaske ndinxibe i-jersey eshushu
Bubo buvuthiwe utywala wethuu!